Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
I'm shinning brighter than a shooting star
Imma kill your favourite rapper bar for bar
Tell em to follow me like I own an ark
Mmh look at these laaities
But we know that they see us
We know that they fear us
Ayyy yaaa mara thul'ungesabi
Not a drug but I'll get you high
Qal'idrama then I'll tell you bye (whuuu)
Ez'laaity zisaringa nangoku?
Iflow imanzi ivuza amatonsi
Nantsika khawenze iskorobo
Funa un'bhala keyena but ke
Ezilaaity ziyathanda uride iwaveeee ingathi Ngamazinyo anezxhobo
Kulegame aw'dingi nezhlobo
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Le drama ingaka isuka phi kutheni izothusa xa ndiglowa man
Who's building an ark and haijonga mamele
Ezimedi ziyaflowa man yiwave
Halt, yibambe, ungathethi nam ingathi uyandaz
Ezi bhudah andizniki ne chance
Ringa nam ungafakanga ne mask
Dala what you must , ndifike nge krag
Andithethi neelaaitie, kopol'e nee dyan
Zopopa kanjan, ungena line
Babesithi ndithanda I'attention
Bathi ndiya speed'a ngenxay ye'fashion
Ngok bayandi feela bane feelings
Undbone tv'in hay yi film
Igama nguKamva ndine vision
If you're tryna cuff me izaba yi mission
Funa si'stick'e sime estickin
Ngok ndiyaleqwa njenge chicken
My nigga hush, uthetha ne bhozza kalok whuzet kancane
Ezi laaitie ziya blush'a, zizringisa itaal because of imedi ena mandla
Nisezo khala, fike neskhala team A nawe uyacava
Nisezo gcwala, ndimu uMighty nisezondi bhawa
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Ain't got no time for lo drama
Umntu xa eqala uthetha ndiyavaya
Le drama ingaka isuka phi kutheni izothusa xa ndiglowa man
Who's building an ark and haijonga mamele
Ezimedi ziyaflowa man yiwave