Aw lena intsimbi ungayilaleli
Batshele ekhaya bangandiphakeli
Ngihlal'emegalo ungangifoneli
Aw lena intsimbi ungayilaleli
Batshele ekhaya bangandiphakeli
Ngihlal' emegalo ungangifoneli
Ubongbiza sihambe siyentweni mah lavooh
Ubongbiza sihambe siyentweni mah lavooh
Dance till the sun rise up
Dance till the sun rise up
Dance till the sun rise up
Dance till the sun rise up
Yenza one ndifikelele ndiyagqobhoza
Nkosi sikelela nabo ntangabam
Bonke banephuphupho elizosikhipha e getho
Abo mello yellow bopalisa
Yenza one ndifikelele ndiyagqobhoza
Nkosi sikelela nabo ntangabam
Bonke banephuphupho elizosikhipha e getho
Abo mello yellow bopalisa
Umas'liva inkalakatha nabo mvaka
Ndisho ungabiza no owam uzoba tyhela batyhela
Umas'liva inkalakatha nabo mvaka
Ndisho ungabiza no ace ace
Ndivele ndiyishunqise ndishubise