Abanye abayenzi lent' uyenzayo
Nd'fun' ube ngowami wedwa baby
(ndithi woza my baby woza)
(ndithi woza my baby woza)
Yithathe yonke ayina bungozi
Kuyabanda sondela kimi sthandwa
(aw ndithi woza my baby, woza my baby)
(aw ndithi woza my baby, woza my baby)
Olu thando lunintsi lolwakho wedwa sthandwa sami
Xa uzivha uwedwa uhlale uyazi ndikhona baby
(aw ndithi woza my baby, woza my baby)
(aw ndithi woza my baby, woza my baby)
Ndifuna ban? Ndifuna wena
Akhekh' omunye enzomkhetha
Ndifun' uhamba nawe wedwa
Yayazi ndifela wena wedwa baby baby
Ndifuna ban? Ndifuna wena
Akhekh' omunye enzomkhetha
Ndifun' uhamba nawe wedwa
Yayazi nd'fela wena wedwa baby baby
Sondela, sondela sthandwa
Sondela, sondela (sondela sthandwa)