LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Andikho

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Kwekhu madoda
Hayi
Mh bayandibiza
Andikho
Bayandibiza
Andikho
Bafun'imali
Andikho
Bafun'imali yabo
Andikho
Susani la ndod'esangweni
Andinamali
Bayandibiza
Andinamali hee
Ndizayithatha ph'imali
Ndingasebenzi nje
Ndizayithatha ph'imali
Ndingasebenzi nje na (Ze nith'andikho)
Bebendinika ngabom (Ze nith'andikho)
Ndingenamali
Bebendinika ngabom (Ze nith'andikho)
Bendaz'ndiphangeli
Bayandibiza
(Ze nith'andikho)
Bajikeni
Bajikeni andikho
Bajikeni andikho
Bajikeni baxeleleni heh
Baxeleleni ndizobuya ngomso
Ndibhatal'ischool fees zabantwana
(ze nith'andikho)
Ngemali yam yamatorho
(ze nith'andikho)
Nindiz'engqondweni
Nindenzel'uchuku
(ze nith'andikho
Andinamali
(ze nith'andikho)
Andinamali andinamali
(ze nith'andikho)
Benditshilo nayizolo
Ndisatsho nangoku
Valani ezongcango
Afikile lamalokonya
Andirholelanga lelali
Intonayo ndibaleka amatyala
Ziyekeni nto zabantu
Xa nisoyiswa kukubhatala hayi
Sendingcungcutheka emzinam
Ngempela-nyanga
Balapha
Andinamali
(ze nith'andikho)
Ithani ndigulel'ikubhubha
(ze nith'andikho)
Ithani ndisemthandazweni
(ze nith'andikho)
(ze nith'andikho)
Ithani ndiyongcwaba eCheletyuma
(ze nith'andikho)
Andikho andikho
Izolo bendidlula kwaNobumba
(ze nith'andikho)
Bendidlul'emangwevini
befunimali (ze nith'andikho)
Ndiyabaleka
Ndiyabaleka (ze nith'andikho)
Andinamali
Ndizayitatha ph'imali (ze nith'andikho)
Andinamali
Ndibalekwe nangamankazana (ze nith'andikho)
Ngenxa yongabinamali
Andinamali (ze nith'andikho)
Ndihamba ndedwa
Ndililolo (ze nith'andikho)
Andinamali
Ithan'andikho
Ithan'andikho
Ithan'andikho (ze nith'andikho)
Andinamali (ze nith'andikho)
Ndigulel'uk'bhubha (ze nith'andikho)
Andinamali
Bayeza
Bebelapha nayizolo (ze nith'andikho)
Ndivile
Bebelapha nangoMvulo
Nda'tya kudala nezonto zabo
Mna mabandiyeke maan
Andimali
Andinamali
Yithath'enes'qwini
Andimali
Andimali
Ndibetheni
Ndibetheni kaloku madoda
oohh eeehe
Andinamali
mmhh

WRITERS

Dumisani Maswana

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Sadness

Sentiment
Thumbsup Icon
Theme

None

From This Artist