Ndashiy'ikhaya ndisesemncane
Ndaqubula konke ndangen'endleleni
Ndachol'itik'eQonce ndakhwelitileyini
Ngqushwa ikhaya lam ndalifulathela
Ndandinemibuz'engenampendulo
Latsh'ixheg'umzingisi akanashwa
Hamba mfowam sungcangcazela
Ndizowanyuka nabani na lamaqhina
Ndizokhanyiselwa ngubani na
Akulahwa mbeleko ngakufelwa
Ndinjenjenje nje ndasabela
Nants'ingoma, nants'ingoma eh
Nants'ingoma, nants'ingoma eh
Nants'ingoma, nants'ingoma eh
Nants'ingoma, nants'ingoma eh
Thath'ihafsaka yakho usabele uyabizwa
Sukungcangcazela ngcangcazela
Ungankwantyi kwedini sabela
Vuselelithemba ungatyhafi
Nants'ingoma, nants'ingoma eh