LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

soka lam

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Kudala ndizula ndifunana nawe
Kudala ndizul' umhlaba wonke
Ndihambile ndacama, ndaphumla ndasel' amanzi
Hayi andibhaqi
Izakuba yimini entle ke namhlanje le kum
Mde unomkhitha, uyancuma
Mhh mh mhh mhh mhh mhh mhh mhhh
Ngowam

Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Nali isoka lam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Nali isoka lam

Ndinik' intyatyambo
Ndinik' uthando
Ndinik' umfutho
Ndinik' ikhaya
Ndinik' ulonwabo
Ndinik' uvuyo
Ndinik' ukwaliseka man
Ndinik' intliziyo yakho
Suka phambi kwam

Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Elisoka ngelam
Wena suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Elisoka ngelam

Mamela
Khawuleza
Hayiii mamela mani
Khawuleza khawuleza khawuleza
Kudala ndizula ndifun' onjengaye
Oh mama kudala ndizula ndifun' onjengaye
Hayi andimboni
Kudala ndizula ndifun' onjengaye
Baba wezingane zami

Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Nali isoka lam
Wena suka phambi kwam
Suka uyandishiya
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam
Eli soka ngelam
Lihamba aph' encang'kwam
Libamb' isandla sam
Elisoka ngelami
Suka phambi kwam
Suka phambi kwam.

Ndifun' ukubhiyoza ngoku
Kuthi mandigiye ndixhentse ndisine
Uvuyo nothando lugcwel' intiziyo yam
Lugcwele

WRITERS

Flowerchild, peggy jacobs

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Enjoyment

Sentiment
Thumbsup IconThumbsup IconThumbsup Icon
Theme

Sexual

From This Artist