LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Yini

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Bae bae bae bae bae
Bae bae bae bae bae
Bae bae bae bae bae
Bae bae bae bae bae
Bae bae bae bae bae
Bae bae bae bae bae

Ntommbazana
Qoqosha isimilo sakho
Iqale nini lento uyenzayo kum
Hayi ayilunganga

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

Kutheni undijikele
Ubundithanda izolo nje
Kutheni ungasandithandi
Ubundibamb'izolo nje

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

Awusandazi phambi kwabantu
Awusandiboni phambi kwabantu
Indlela ondiphethe ngayo le
Awusandazi phambi kwabantu
Awusandiboni phambi kwabantu
Indlela ondiphethe ngayo le

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

Yini ingathi awundazi
Yini ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni
He kwenzeka ntoni
He kwenzeka ntoni

Ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni
He kwenzeka ntoni
He kwenzeka ntoni

Ingathi unentloni xa ndingena boni
He kwenzeka ntoni

WRITERS

ANGA MAKUBALO, MKHULULI SIQULA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

From This Artist