LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Ntliziyo ndise

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Ntliziyo ndise, kwintombi yam
Sekulixesha noko ndingasamboni
Oh yhini my love! Kudala ndiyamezele
Kudala ndibambelele, kodwa ngok' andisakwazi ndikufun' ecaleni kwam!
Kudala sagqibelana
Sekuzinyanga sagqibelana
Ngothand' undamnkele, ndak'thembisa ndizol'gcina
Ngoku nengca ide yande, wasithela my love
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam Sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, Kulithuba noko ndingasamboni
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam Sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, Kulithuba noko ndingasamboni
Ntliziyo ndise, kwintombi yam
Sekulithuba noko sagqibelana
Xa ndimbona nimxelele ndiyamkhumba
Nimxelele ndisamthana, Oh! Ulovey wam
Iintsuku zadlula, nditsho neenyanga zagqitha ndingamboni, yena udolly wam!
Ngothand' undamnkele, ndak'thembisa ndizol'gcina
Ngoku nengc' ide yande, wasithela my love
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, Kulithuba noko ndingasamboni
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, kulithuba noko ndingasamboni
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam Sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, Kulithuba noko ndingasamboni
Ntliziyo ndise kwisthandwa sam Sekulithuba noko ndingasamboni
Xa nimbona nind'bize okanye nimzise, Kulithuba noko ndingasamboni

WRITERS

Inga Mfono

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Sadness

Sentiment
Thumbsup IconThumbsup Icon
Theme

None

From This Artist