Igama leNkosi (liyiyo i-inqaba)
(Ophephela khona uyakusindiswa)
Libongwe abantu (Libongwe abantu)
Libongw'ingelosi bo (Libongw'ingelosi)
(Alikho igama elihle njengalo)
(Amandla kaMoy'Oyingcwele)
Sithi thina imihla ngemihla
Thina nangemihla nge (Thina imihla ngemihla)
Sikwenza Baba (Sikwenza mkhulu wena)
Thina bo imihla nge (Thina imihla ngemihla)