LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Ndiyak' Khumbula

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Oh yeah
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Sekwanele sithandwa sam

Sekwanele sisthandwa sam (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Sekwanele sithandwa sam

Ebusuku nemini
Ngicabanga ngawe
Angisakhoni lutho phandle kwakho

Ubuso bakho
Ubuhle bakho
Angisakhoni nokulala ebusuku

Wandishiya
Ndingalindelanga
Angisakhoni lutho phandle kwakho

Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Sekwanele sithandwa sam

Sekwanele sithandwa sam
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam

Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula
Sekwanele sithandwa sam

Sekwanele sithandwa sam (Ndiyakukhumbula)
Oh yeah (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam
Sekwanele sithandwa sam

Ndizothath'into zam ndigoduke
Ndiyofunana nawe themba lam
Ukuphi na, unjani na?
Wenzani na?
Uyandikhumbula na?

Ndiyakukhumbula
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula
Sekwanele sithandwa sam

Sekwanele sithandwa sam (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
(Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam

Ebusuku nemini (Ndiyakukhumbula)
Ngicabanga ngawe (Ndiyakukhumbula)
Oh yeah, yeah, yeah (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam

Ukuphi na? (Ndiyakukhumbula)
Wenzani na nobani na (Ndiyakukhumbula)
(Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam
Sekwanele sithandwa sam

Ubuso bakho
Ubuhle bakho
Angisakhoni nokulala ebusuku

Wandishiya
Ndingalindelanga
Angisakhoni

Hey, hey, hey, hey, hey (Ndiyakukhumbula)
Hey, hey, hey (Ndiyakukhumbula)
Hey ukuphi na nabani na (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam

Eh ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Eh ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam

Ndizothath'into zam ndigoduke (Ndiyakukhumbula)
(Ndiyakukhumbula)
Ndiyofunana nawe (Ndiyakukhumbula)
Awu themba lam (Sekwanele sithandwa sam)

Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Ndiyakukhumbula (Ndiyakukhumbula)
Sekwanele sithandwa sam
Sekwanele sithandwa sam

WRITERS

MTHOKOZISI NDLAZI, BENVOLIO, S. MASEKO, LESEGO REETSENG

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other