LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Awundiva

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Ingathi ndiligeza (ngathi ndiligeza)
Ingathi nd'yaphambana baby
Wena xa ungekho eduzekwami baby (xa ungekho eduzekwami baby yeah)
Ingathi ndishiwa zinqondo (ngathi ndishiwa zinqondo)
Ingathi awundiva (awundiva baby, awundiva baby)
Andizukwazi (ukuphila ngaphandle kwakho)
Ingathi awundiva
Andizukwazi

Ingathi wena awundiva awundiva (Nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Ingathi wena, wena awundiva awundiva (Nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Sumana undijonga ecaleni (sumana undijonga ecaleni)
Ndicela undijonge emehlweni (yeah)
Lungamadangatye uthando endinalo (uthando endinalo)
Nd'cela undibeke njengetywina 'phezu kwentliziyo yakho
Unditywine ngengalo yakho
Ingathi awundiva
Andinokwazi (ukuphila ngaphandle kwakho)
Ingathi awundiva (awundiva baby awundiva baby)
Mna andinokwazi
Sithandwa sami

Ingathi wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby)

Ingathi wena awundiva (wena awundiva)
Nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby (Awundiva)
Ingathi wena, wena awundiva (wena awundiva)

Ingathi wena (ndithetha nawe),
Wena awundiva awundiva baby (Awundiva)
Awundiva baby (Awundiva baby)

PUBLISHERS

Lyrics © Kobalt Music Publishing Ltd.

Share icon and text

Share

See A Problem With Something?

Lyrics

Other