Qhekezani iqanda ma sibon'umbala
Qhekezani iqanda ma sibon'umbala
Ndifung'isibhozo mna sobon'umbala
Ndifung'isibhozo mna sobon'umbala
Hloniphani umendo zintwazana
Kuvukuz'umbeth'aph'emzini
Qhekezani iqanda ma sibon'umbala
Qhekezani iqanda ma sibon'umbala
Ndifung'isibhozo mna sobon'umbala
Ndifung'isibhozo mna sobon'umbala
Hloniphani umendo zintwazana
Hloniphani umendo zintwazana
Kuvukuz'umbeth'aph'emzini