Lithetha emva kwam (Lithetha emva kwam)
Intliziyo yam nayo ngapha idad' emafutheni
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo
Ndoyika nokuphakamis amehlo am'
Uvalo luthi Zama phum'uphele
Intliziyo yami nayo ngapha
Itate mafutheni (Neyamfan' itatemafutheni)
Zama ntliziyo yam' itatemafutheni (Itate mafutheni)
Itatemafutheni (Itate mafutheni)
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo (Ndabon'ubuhle bakho)
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo (Ndabon'ubuhle bakho)
Ndabona ubuhle bengilosi (Xandijonga)
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo (Ndabon'uncumo lwakho)
Ndabon uncumo lwengilosi (Lwengilosi lwengilosi)