Album Title: Best In Me EP
Angsaphili ngaphandle kwakho
Angsaphili ngaphandle kwakho
Ngakho Ndcel undbambe bambe bambe
Nzobayaphi ngaphandle kwakho
Awh Ndcel undbambe bambe bambe
Hawu ndthinte thinta thinte thinte
Angsaphili ngaphandle kwakho
yoh yoba ngathi ndyaphambana yoba ngathi ndyahlanya Bo!
Yoba ngathi ndishiywa zingqondo bo
Yoba ngathi ndishiywa zingqondo bo
Angsaphili ngaphandle kwakho
Ndiphuph undishiyile mna izolo
Ndothukile ndizbone ndiphalala
Ohh ngakho Ndcela undbambe bambe bambe
Awndthintha thinte Angsaphili ngaphandle kwakho
Dali MA ungekh Eduze kwami
Angsaphili ngaphandle kwakho
Angsaphili ngaphandle kwakho
Ngakho Ndcela undbambe bambe bambe
WRITERS
Lihle Baleni, Ngcali Nundu, Sihle Mdaka, Zuko Kupiso