LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Ndize

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Kukud'ekhaya
Ndilahlekile
Ndifun'ugoduka

Khangela phaya
Nank'uThembekile
Yen'uligoduka

Wayesithi
Ndize, ndize,
Ndize nobolana
Siyadlala
Sesimbalwa

Sendihamb'emazweni
Kodwa eTinarha
Ndiyakhumbula (Ikhaya lam)
Sikhula kwaMakhulu
Kungekho min'engamnandanga
Singayiboni nalonhlupheko

Iimini zingafani
Kwezinye singalali
Zizilo yimincili

Sasidlal'emlanjeni
Noba kungakanani
Sade sakhula

Sasisithi
Ndize, ndize,
Ndize nobolana
Ndiyaqala
Ukubala

Ndiwoyik'amabhinqa
Baveli bayandifunza
Ndim lo ndinombilini
Lalisithi litshon'ilanga
Uyazi ongayigqibanga
Nangomso yeny'imini

Sasisithi
Ndize, ndize,
Ndize nobolana

Ndize
Ndize, ndize,
Ndize nobolana
Siyadlala
Sesimbalwa

Ndize
Ndize, ndize,
Ndize nobolana

Ndize
Ndize, ndize,
Ndize nobolana

Sasisithi
Ndize, ndize,
Ndize nobolana

Sasisithi ndize
Ndize, ndize,
Ndize nobolana
Ndiyaqala
Ukubala

WRITERS

MZWANDILE BALA, M SOLOMON

PUBLISHERS

Lyrics © Universal Music Publishing Group, Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

From This Artist