LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Zandisile

•

2007

Chula Ukunyathela

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Wo yi ho ho ho
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi

Ndibangathi akuphele akuphele
Wo yi ho ho ho
Chula ukunyathela ntombi

Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele
Wo yi ho ho ho
Chula ukunyathela ntombi

Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha
Chula ukunyathela ntombi
Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha

Ndizokhwela mama
Nants’ibhas’iy’eGoli
Iy’eGoli

Ndizokhwela mama
Nants’ibhas’iy’eGoli
Iy’eGoli

Ndizotshitsha Mjoli
Xa ndifik’Egoli
Xa ndifik’Egoli wo ho

Ndizotshitsha Mjoli
Xa ndifik’Egoli
Xa ndifik’Egoli wo ho

Yenza njalo Mjoli
Chula (Wo yi ho ho ho)

Yenza njalo Mjoli
Chula (Wo yi ho ho ho)
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi

Ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha
Chula ukunyathela ntombi
Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha
Chula ukunyathela ntombi
Ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha

Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele
Ha ha ha ha ha

Ndizokhwela mama
Nants’ibhas’iy’eGoli
Iy’eGoli

Ndizokhwela mama
Nants’ibhas’iy’eGoli
Iy’eGoli

Ndizotshitsha Mjoli
Xa ndifik’Egoli
Xa ndifik’Egoli wo ho

Ndizotshitsha Mjoli
Xa ndifik’Egoli
Xa ndifik’Egoli wo ho

Yenza njalo Mjoli
Chula (Wo yi ho ho ho)

Yenza njalo Mjoli
Chula (Wo yi ho ho ho)
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela
Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

Wo yi ho ho ho
Inde lendlela
Chula ukunyathela ntombi
Sizohamba inde lendlela

WRITERS

SIMPIWE DANA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Zandisile

2007

01

Vukani

Simphiwe Dana

02

Zandisile

Simphiwe Dana

03

Ndiredi

Simphiwe Dana

04

Ndize Mama Tata (Ndize Mama Tata)

Simphiwe Dana

05

Thwel' Ubunzima (Thwel' Ubunzima)

Simphiwe Dana

06

Tribe (Tribe)

Simphiwe Dana

07

Ingoma (Ingoma)

Simphiwe Dana

08

Induku (Induku)

Simphiwe Dana

09

Troubled Soldier (Troubled Soldier)

Simphiwe Dana

10

Vela (Vela)

Simphiwe Dana

11

Chula Ukunyathela (Chula Ukunyathela)

Simphiwe Dana

From This Artist