LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Ibokwe

•

2009

Abenguni

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Andihambhi ndedwa
Ndihambha noomakhulu bam (Ndihambha noomakhulu bam)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (Nezinyanya zam, nookhokho bam)
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Sondel' apha mhlobam
Ndikuxoxel' indaba, yeah mh
Indaba ngookhokho bethu
Ngookhokho bethu, abeNguni

Kuthwa kudala, kudala
Umhlab' useyimveku whoyo
Babepha phezulu, phaya phesheya
Besela ngothakanyika

Whoyo ndithi woyi woyi
Ndizalwa ngabeNguni
Whoyo ndithi woyi woyi yoy yoyi... yoyi
Ndizalwa ngabeNguni

Andihambhi ndedwa
Ndihambha noomakhulu bam (Ndihambha noomakhulu bam)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (Nezinyanya zam, nookhokho bam)
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Andihambhi ndedwa
Ndihambha noomakhulu bam (Ndihambha noomakhulu bam)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (Nezinyanya zam, nookhokho bam)
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Oh mina, mina, mina ndisuka kude lena
Oh mina, oh - oh mina,
Mina ndawel' umlamb' omkhulu iZambezi neLimpopo

AmaMbo namYeren namaKharanga
AmaLala amaHimba amaShona
AmaKikuyu, amaXhosa amaZulu
AmaNdebele
Oh Mayibo!

AmaShona amaKikuyu amaMbo
AmaYeren amaKharanga AmaLala
AmaXhosa amaShona amaNdebele amaZulu

Yeyi, andihambhi ndedwa
Ndihambha noomakhulu bam (Ndihambha noomakhulu bam)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (Nezinyanya zam, nookhokho bam)
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Andihambhi ndedwa
Ndihambha noomakhulu bam (Ndihambha noomakhulu bam)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (Nezinyanya zam, nookhokho bam)
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Andihambhi ndedwa (nde - e - dwa)
Ndiambha ngomakhulu bam (oh nde - e - dwa)
Izinyanya zam, nookhokho bam (heh nde - e - dwa)
Akho nt' uzawuyenza (Akho nt' uzawuyenza)
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele)

Andihambhi ndedwa (nde - e - dwa)
Ndihambha noomakhulu bam (oh nde - e - dwa)
Nezinyanya zam, nookhokho bam (oh nde - e - dwa)
Akho nt' uzawuyenza (oh akho nt' uzawuyenza)
Awunamandla wena (Awunamandla wena)
Ngek' uymele lent' oyenzayo (Ngek' uymele lent' oyenzayo)

Ndizalwa ngabeNguni

Yeeeyi, yeyi, yeyi, yeyi, yeyi, yeyi
Ndizalwa ngabeNguni (hoyi)
Ndizalwa ngaBantu
Yeyi, yeyi, yeyi, wo oohh

Ndizalwa ngabeNguni
Oh ndizalwa ngaBantu
Yeyi, yeyi, yeyi, wo oohh

Ndizalwa ngabeNguni
Oh ndizalwa ngaBantu
Yeyi, yeyi, yeyi, yeah, yeah, heeyi

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share

See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Ibokwe

2009

01

Thongo Lam

Thandiswa Mazwai

02

Ibokwe (Goat)

Thandiswa

03

Ngimkhonzile

Malaika Mazwai, Thandiswa

04

Ingoma

Thandiswa

05

Izilo

Thandiswa

06

Vana Vevhu

Thandiswa

07

Abenguni

Thandiswa

08

Chom Emdaka

Thandiswa

09

Vakahina

Thandiswa

From This Artist