LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Celebrating African Song

•

2023

Bhulu

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Uyaxok'uyaxok'uDlamini
Ngokwenene mntam
Idinga linzima
Uyaxok'uyaxok'uDlamini
Ngokwenene mntam
Idinga linzima
Phezolo
Bendilel'emaZangweni
Ngokwenene mntanam
Idinga linzima
Ho Phezolo
Bendilel'emaZangweni
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Uyaxok'uyaxok'uDlamini
Ngokwenene mntanam
Idinga linzima
Uyaxok'uyaxok'uDlamini
Ho inene mntam
Idinga linzima
Ho phezolo
Bendilel'emaZangweni
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Ho Phezolo
Bendilel'emaZangweni
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Uyaxok'uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Ndikubon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Uyaxok'uyalala noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
O ndikubon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Inene mntanam
Idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam
Kwow idinga linzima
Uyaxok'uyabana noJwarha
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Ho inene mntanam idinga
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga, bana noJwarha
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga yiyo
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Oh inene mntanam
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Ngokwenene mntanam
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Linzim'idinga
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Wow uyabana noJwarha
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Wow uyabana noJwarha
Kwow idinga linzima
Wow uyabana noJwarha
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Wow uyabana noJwarha
Kwow idinga linzima
Wow uyabana noJwarha
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Wow uyabana noJwarha
Kwow idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima
Ndik'bon'emehlweni
Uyabana noJwarha
Linzim'idinga
Kwow idinga linzima

WRITERS

Dumisani Maswana

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Celebrating African Song

2023

01

Vumani

Dumza Maswana

02

Gatyeni

Dumza Maswana

03

Vukani Madoda

Dumza Maswana

04

Vuk'umjonge

Dumza Maswana

05

Uyahamba (feat. Thandeka Mfinyongo)

Dumza Maswana

06

Konakel'emzini

Dumza Maswana

07

Masisele

Dumza Maswana

08

Idinga Linzima

Dumza Maswana

09

Le ngoma

Dumza Maswana

10

Bhulu

Dumza Maswana

11

Umnqongo (interlude)

Dumza Maswana

12

Ibali Lika Noma-indiya

Dumza Maswana

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Sadness

Sentiment
Thumbsup IconThumbsdown Icon
Theme

None

From This Artist