LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Celebrating African Song

•

2023

Konakel'emzini

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Uwo hoho hayi hayi konakele
Uwo hoho hayi hayi
Konakel'emzini
Uwo hoho hayi hayi konakele
Uwo hoho hayi hayi
Konakel'emzini
Ndity'amabona ndenzile
Konakele
Ndity'amabona ndenzile
Konakel'emzini
Ndity'amabona ndenzile
Konakele
Ndity'amabona ndenzile
Konakel'emzini
Ndilala ndingatyanga konakele
Ndilala ndingatyanga
Konakel'emzini
Ndilala ndingatyanga konakele
Ndilala ndingatyanga
Konakel'emzini
Phesheya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Mntanam mhh
Phesheya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Mntanam mhh
Phesheya phaya kulal'ingaphesheya
Andinolala ndingatyanga
Mntanam eeehhh
Phesheya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Mntanam mhh
Uwoooo hohohoha hay hay
Uwoooo hohohoha hay hay
Uwoooo hohohoha hay hay
Oooh mama
Konakel'emzini konakele
Konakel'emzinam konakele
Konakel'emzini konakele
Konakel'emzinam konakele
Andinolala ndingatyanga
Mntanam
Andinolala ndingatyanga
Noyongo
Andinolala ndingatyanga
Mntanam
Andinolala ndingatyanga
Mntanam
Hihe hihe, hihe hihe
Hihe hihe, hihe hihe
Hihe hihe, hihe hihe
Hihe hihe, hihe hihe
Hihe hihe
Konakel'emzini
Konakel'emzini kubi kulomzi
Konakel'emzini hii
Konakel'emzini
Torho ndonakalelw'emzini
Torho ndonakalelw'emzini
Andinolala ndingatyanga mntanam
Torho konakal'emzini
Andinolala ndingatyanga
Yho konakal'emzinam
Wooh hihe hihe konakele
Andinolala ndingatyanga
Noyongo
Phesheya phaya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Mntanam mmh
Phesheya phaya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Mntanam eeh
Phesheya kwamasimi
Andinolala ndingatyanga
Noyongo mmh
Ndithi phesheya phaya kulal'ingaphesheya
Andinolala ndingatyanga
Umhlab'uchumile
Xa ndivinjw'aph'endlini
Xa ndingazanyelw'aphendlini
Xa ndingazanyw'aphendl'ini
Umhlab'uchumile
Xa ndingazanyw'aphendl'ini
Hoho kulalal'ingaphesheya
Hoho mama kulalal'ingaphesheya
Ndiyahamba
Konakel'emzinam
Holo mama kumuncu kulomzi
Ndiyahamba
Konakel'emzinam
Hoo kumuncu kulomzi
Torho ndonakalelw'emzini
Torho ndonakalelw'emzini
Torho ndonakalelw'emzini
Torho ndonakalelw'emzini
Wololo mama konakele
Wohoho mama konakel'emzini
Wohoho mama konakele
Wohoho mama konakel'emzini
Bizan'umalume
Azolungisa, lungisa kulomzi
Bizan'udabawo
Whoo konakel'emzini
Bizan'udabawo
Wolo mama konakel'emzini

WRITERS

Dumisani Maswana, Thandeka Mfinyongo

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Celebrating African Song

2023

01

Vumani

Dumza Maswana

02

Gatyeni

Dumza Maswana

03

Vukani Madoda

Dumza Maswana

04

Vuk'umjonge

Dumza Maswana

05

Uyahamba (feat. Thandeka Mfinyongo)

Dumza Maswana

06

Konakel'emzini

Dumza Maswana

07

Masisele

Dumza Maswana

08

Idinga Linzima

Dumza Maswana

09

Le ngoma

Dumza Maswana

10

Bhulu

Dumza Maswana

11

Umnqongo (interlude)

Dumza Maswana

12

Ibali Lika Noma-indiya

Dumza Maswana

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Sadness

Sentiment
Thumbsup Icon
Theme

Sexual

From This Artist