LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Celebrating African Song

•

2023

Vuk'umjonge

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'uncuma nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'uncuma nay'ingqondwan'imfutshane
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Lomnt'ulala naye
Z'ukumjon'emini ewe mama
Lomnt'ulala naye
Z'ukumjon'emini ewe mama
Bhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Bhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ewe mama
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Kunzima noteketisa
Uxwebil'umntwan'am
Ngathi sisithunzela
Uxwebil'umntwan'am
Ngathi sisithunzela
Kunzima noteketisa
Hoha hehe nahom nomama
Hoha hehe nahom nomama
Bhityil'umntwanam ahe
Bhityil'umntwanam ahe Bhityil'umntwanam ahe Bhityil'umntwanam ahe
Uxwebil'umntwanam ahe
Uxwebil'umntwanam
Xwebil'umntwanam ahe
Uxwebil'umntwanam
Ndikunik'imali uyitya namancentsa
Ndikunik'imali uyitya namancentsa
Ndikunik'imali uyitya namancentsa
Ndikunik'imali uyitya namadoda
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela Ubhity'il'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Ewe mama ho
Hayi ewe mama hoha
Heya ewe mama loha
Hela ewe mama hoza
Heya ewe mama mh mh
Eh ewe mama mh
Bhityil'umntwanam
Ngathi sisithunzela
Bhityil'umntwanam
Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya
Ubhityil'umntwanam
Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Jongan'umntwanam
Lomnt'ulala nay'ingqondwan'imfutshane
Jongan'umntwanam
Uxwebil'umntwanam
Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya
Uxwebil'umntwanam
Kodw'imali ndiyayithumel'ekhaya
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Ewe mama ho
Hikekekeke molo nomama mh
Hikekekeke molo nomama mh
Ewe mama hayi he
Ewe mama helele ma
Ewe mama mmmh
Ewe mama ayi
Ewe mama ho
Ewe mama ho

WRITERS

Dumisani Maswana

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Celebrating African Song

2023

01

Vumani

Dumza Maswana

02

Gatyeni

Dumza Maswana

03

Vukani Madoda

Dumza Maswana

04

Vuk'umjonge

Dumza Maswana

05

Uyahamba (feat. Thandeka Mfinyongo)

Dumza Maswana

06

Konakel'emzini

Dumza Maswana

07

Masisele

Dumza Maswana

08

Idinga Linzima

Dumza Maswana

09

Le ngoma

Dumza Maswana

10

Bhulu

Dumza Maswana

11

Umnqongo (interlude)

Dumza Maswana

12

Ibali Lika Noma-indiya

Dumza Maswana

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Enjoyment

Sentiment
Thumbsup IconThumbsdown Icon
Theme

Sexual

From This Artist