LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Celebrating African Song

•

2023

Uyahamba (feat. Thandeka Mfinyongo)

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Ho halalele lalahaho
Holo wewe hahahoho
Nanku'uyahamba
Mnqandeni
Ushiy'abantwana
Ngasemva
Engabhungisanga
Bath'ushiywa zingqondo Angekhe
Nank'ethwelimigodlo
Mnqanden'uyahamba
Exwes'amathafa
Mnqanden'uyahamba
Amanqin'endlovu
Mnqanden'uyahamba
Ehambela phezulu
Mnqanden'uyahamba
Bayakhala bathi
Mnqanden'uyahamba
Bayakhala bathi
Mnqanden'uyahamba
Ho bayakhala bathi
Mnqanden'uyahamba
Ho bayakhala bathi
Mnqanden'uyahamba
Ho bafazi balelani
Niyambona na?
Nimjongil'uNosekeni?
Ho nank'uyahamba
Ho uyahamba
Ho isijwili sika Nosekeni
Uthi ho ndiyawushiya lomzi
Ngob'iyand'betha le ndoda
Ndizofel'emanyaleni
Iyandimbokra le ndoda
Ndiyekeni
Ndizofel'emanyaleni
Bath'oomamazala
Mnqanden'uyahamba
Ho nyamezela
Mnqanden'uyahamba
Ngob'ingcwaba lentombi
Mnqanden'uyahamba
Lisemzini wayo hoho
Mnqanden'uyahamba
Iyambetha lendoda athinina
Mnqanden'uyahamba
Iyambokra lendoda athinina
Mnqanden'uyahamba
Ho myeken'ahambe
Myeken'ahambe
Ho mkhululen'ahambe
Mkhululen'ahambe
Ayinamapatho lendoda
Myeken'ahambe
Ayinampatho lendoda
Mkhululen'ahambe myekeni
Hoo myeken'ahambe Myeken'ahambe
Ho myeken'ahambe
Mkhululen'ahambe
Nankwethwel'iimpahla
Uyahamba
Myeken'ahambe
Nankwebelekabantwana
Uyahamba
Mkhululen'ahambe
Hola weweweyo myekeni
Myeken'ahambe
Hola wewewelolo
Mkhululen'ahambe
Oh igwala lendoda
Myeken'ahambe
Ibeth'umfazi
Mkhululen'ahambe
Ibhul'umfazi lendoda
Myeken'ahambe
Ziintloni le ndoda
Mkhululen'ahambe
Yoyiswa le ndoda
Myeken'ahambe
Mkhululen'ahambe
Myeken'ahambe

WRITERS

Dumisani Maswana

PUBLISHERS

Lyrics © O/B/O DistroKid

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Celebrating African Song

2023

01

Vumani

Dumza Maswana

02

Gatyeni

Dumza Maswana

03

Vukani Madoda

Dumza Maswana

04

Vuk'umjonge

Dumza Maswana

05

Uyahamba (feat. Thandeka Mfinyongo)

Dumza Maswana

06

Konakel'emzini

Dumza Maswana

07

Masisele

Dumza Maswana

08

Idinga Linzima

Dumza Maswana

09

Le ngoma

Dumza Maswana

10

Bhulu

Dumza Maswana

11

Umnqongo (interlude)

Dumza Maswana

12

Ibali Lika Noma-indiya

Dumza Maswana

LyricIQ Analysis

Top Emotion

Sadness

Sentiment
Thumbsup IconThumbsup Icon
Theme

None

From This Artist